Samson & Delila

Lusanda Spiritual Group

Samson myeni wami
ungathini ukundikhohlisa
izihlandlo ezithathu,
aphi naa amandla'kho

Samson myeni wami
ungathini ukundikhohlisa
izihlandlo ezithathu,
aphi naa amandla'kho

ungathin ukuthi uyandithanda
khawutsho uba aphi na amandla'kho
Samson sthandwa sami,
aphi na amandla'kho

ungathin ukuthi uyandithanda
khawutsho uba aphi na amandla'kho
Samson sthandwa sami,
aphi na amandla'kho

yini Samson myeni wami
ungathin ukuthi uyandithanda
kanti wena uyandikhohlisa
aphi naa amandla'kho

yini Samson myeni wami
ungathin ukuthi uyandithanda
kanti wena uyandikhohlisa
aphi naa amandla'kho


Delilah mfazi wami, Delilah
(Delilah mfazi wam)
Delilah mfazi wami
(ndizokuxelela)
hayi amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asee zinweleni)

Delilah mfazi wam, Delilah
(Delilah mfazi wam)
Delilah mfazi wami
(ndizokuxelela)
amandla ami
(amandla am)
awami
(amandla am)
amandla
(asezinweleni)

ndizokuxelela, Delilah
(Delilah mfazi wam)
ndizokuxelela, Delilah
(ndizokuxelela)
hayi amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asezinweleni)

ndizokuxelela, Delilah
(Delilah mfazi wam)
ndizokuxelela, Delilah
(ndizokuxelela)
hayi amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asezinweleni)

asezinweleni, Delilah
(Delilah mfazi wam)
asezinweleni, Delilah
(ndizokuxelela)
awami amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asezinweleni)

asezinweleni, Delilah
(Delilah mfazi)
asezinweleni, Delilah
(ndizokuxelela)
awam amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asezinweleni)

*hym*

asezinweleni, Delilah
(Delilah mfazi wam)
asezinweleni, Delilah
(ndizo kuxelela)
awam amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amandla
(asezinweleni

asezinweleni, Delilah
(Delilah mfazi wam)
asezinweleni, Delilah
(ndizokuxelela
awam amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am
amandla
(asezinweleni

ndizokuxelela, Delilah
(Delilah mfazi wam)
ndizokuxelela, Delilah
(ndizokuxelela)
ohh amandla
(amandla am)
amandla
(amandla am)
amndla
(asezinweleni)

ndizokuxelela, Delilah
(Delilah mfazi wam)
ndizokuxelela, Delilah
(ndizokuxelela)

Lyrics Submitted by Tshidi.M

Lyrics provided by https://damnlyrics.com/