Baxabene Oxamu

Miriam Makeba

Baxabene Oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinku baxaka

Baxabene Oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinku baxaka

Hayi ke le gqi iqheya
laxing' eqhingeni
Belighatha mama ngeqatha leqhude

Hayi ke le gqi iqheya
laxing' eqhingeni
Belighatha mama ngegatha leghude

Baxabene Oxamu
Bexabene ngengxongxo
Bexakwe yinku baxaka
---
Lyrics submitted by Ginger.

Lyrics provided by https://damnlyrics.com/