damnlyrics.com

Dunisa Uyehova

Dunisa uyehova

naw'onke umhlaba

makabonbwe

yonk'inceba yakhe

nothando lukhulu

makabongwe

kub' unamandla

vuthel' icilongo

vaza indumiso

zoloyiso

thabatha uwodi

udlale ingoma

ngoma yoku khonz' igama lakhe

ngenca udumisa

vuma nge ntokoma

kube mnandi

ngokupha umoya

akusikelele

makabongwe uba uyinkosi

Lyrics Submitted by katli wa lepower

Enjoy the lyrics !!!