damnlyrics.com

Imibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yamUndenza ndizi buze imibuzoNgelinye ixesha s'thandwa samKuba ngathi aluboni uthando lwam Ngelinye ixesha s'thandwa samNdibangazama awuboni umzamo wam

Kodwa xa ndingekho phambi kwakho uyayazi kubanjani nahKuba xa ungekho phambi kwam ndiyayazi kunjani kum

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndizi buze imibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndingalali ebusuku

Usakhumbula uba kukho izithembiso

Esazenzayo phambi komfundisi nabantu

Kuba wawuthe uzakuba nam noba kunjani ebuhleni nasebubini

Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunuhamba ufunu thathi zinto zakho ugoduke

Ndiyamangala xa izabanguwe lo ufunu goduka ngenxa yokuba ndingena mali

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndizi buze imibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndingalali ebusuku

Yeyani yeyani le mibuzo ndinayo ngawee

Yeyani yeyani na kutheni ndizi buza lemibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndizi buze imibuzo

Uyenza buhlungu intliziyo yam

Undenza ndingalali ebusuku

Enjoy the lyrics !!!