damnlyrics.com

Ingoma Yo Mhambi

Ndingumhambi nkosi yami. Ndikhokhele kwelihlathi yiba yinyanga yami xa kuhlwa undolaythise indlela eyiyo noba ndikhubeka ndophakama. Le ingoma yomhambi ohamb indlela engahanjwayo ela Ndwe osathi sakunyathela kumphefumlo nankuya sathi sakukhubeka uyaphakama ohh ohh ohh uyazi indlela.

Enjoy the lyrics !!!