damnlyrics.com

Ixesha (feat. MDA)

Izono zam

Zihlanjiw'egazini lemvana

Ndaphakamis'iizandla ndavuma

Ndakholelwa ngentliziyo yam

Ndasindiswa

Kwakumnyama

Ndingaboni apho ndiya khona

Wafika uYesu nokukhanya

Wathi "let there be light"

Kwakhanya

CHORUS

Sudlala ngexesha lakho

Wemntomtsha khawuzengapha

UYes'unecebo ngawe

Wemntomtsha zwakala

(X2)

Asizenzi ngcono ngokuma kulendawo

UYes'uzincedil'iimpilo zethu nathi

Uyamthanda umoni oguqukayo

Njengelungisa

( X2)

(CHORUS)

Asizenzi ngcono ngokuma kulendawo

UYes'uzincedil'iimpilo zethu nathi

Uyamthanda umoni oguqukayo

Njengelungisa

(X4)

(CHORUS)

The End

Lyrics Submitted by Yonelisa Matandabuzo

Enjoy the lyrics !!!