damnlyrics.com

Lomathafa

Kudala ndihamba madolo adiniwe

ndibe ndithunyiwe ngumama notata ndifun'umtakwethu kulomathafa,

andimfumani.

Ndinyuk'intuli ndihli imifula ndikhwezi'ntaba

kunye namawa

emahlathini ndonzakele andimfumani.

Ndobhekaphi na ndotshonaphi na ukuze ndibe nombona

bantu ncedani nindixelele ngomtakwethu uThamsanqa

kuliwelela

Lyrics Submitted by Lunga Ndumiso Bernard

Enjoy the lyrics !!!