damnlyrics.com

Naninina

Ndikhumbula amaxhesha akudala

usekhona emhlabeni wena

Ndikhumbula immfundiso zakho...

ndicela uku bonga mama...

kalok utata wasi shiya kudala

ibiyi ntando yakho bawo

umama wazama ngakho konke emandleni.

lade lafika elakhe ixesha...bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam

naninina bawo ndiyaku cela nkosiyam

ndinga danini abazali bam naninina

bawo...

ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo diyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina bawo

bawo ndiyacela kuwe

oh qhamatha cela undiphe amandla ndibengumnthu wabantu nkosiyam . njengoba ndafundiswa ekhaya ndiyabulela abazali bam nkonke endikwenzayo imizamoyamu yokubonisa abantu intliziyo zenu andisakwazi ukuzibamba mna inyembezi uthimandenze njani mmm bawo...

bawo ndiyaku cela ndinga abazali bam naninina bawo

bawo ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo ...

ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina bawo

ndiyaku cela nkosi yam ndiyaku ndinga danisi abazali bam naninina bawo.

ohh. mama nawe tata ndicela ninga xhali ngam

kalok umarhadebe uyenzile .indima yakhe lalani ngoxholo uqhatho nilu fezile umsebenzi wenu niwu qibile apha emhlabeni bawo!!!...

ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam naninina bawo

ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam naninina

nanina nanina .ahaaaa.

bawo ndiyaku cela ndinga danisi abazali bam nanina bawo

ndiyaku cela nkosi yam ndinga danisi abazali bam nanina

naninina... naninina ...naninina... naninina... naninina...

bawo ...

Song Discussions is protected by U.S. Patent 9401941. Other patents pending.

Enjoy the lyrics !!!