damnlyrics.com

Nomthandazo

Nomthandazo Nomthandazo׳

Aw'buyele khaya

Aw'buyele khaya

Ixesha alihambi, usukulude

Inhlizoyoyam uyayophula

Xawenzanjalo abahlobobakho

Bandibuza ngawe njalo njalo

Ukuba ndikwenzeni nah

Ndenzeni nah (mmmhh)

Ndik'nikile inhlonipho

Ndik'nikile uthando (heeii)

Imizamoyam bendenzela wena

Bendenzela wena kodwa

Namhlanje m'na ndilila ngawe

Ndilila ngawe

Nomthandazo Nomthandazoײ

Aw'buyele khaya

Aw'buyele khaya

(Heeii)Umama uyabuza uthi Sana

Sana uph'umakoti omalume bathetha

Ngelobola (hee) kumele nditshate

Kumele nditshate andazi ukuba

Ndiyothini Kubo m'na nawe kade

Singathethi sthandwasami kade

Singathethi ingabe ndikwenzeni

Ndicelubuye ndicelubuye

Nomthandazo Nomthandazo׳

Aw'buyele khaya

Aw'buyele khaya

Enjoy the lyrics !!!