damnlyrics.com

Thandiwe

ThandiweThandiweThandiweKwasekuqaleni

Wawungu Thandiwe wam

Ndifuna nokuva nto

Xa ndicinga ndiva ubuhlungu

Izinto zajika Bekutheni na?

Ndisele neengcingaNdicinga ngaw' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe?Ndicinga ngaw' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe

Ngoluthando

Nd'cela sihlale sibonisane

Singayek' umhlaba asihlukanise

Kudala siwa mina nawe baby

kodwa sihlala thina sibambile

Ew' emhlaben kunzima

Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho

Thandiwe

Thandiwe (Thandiwe)

Thandiwe (Thandiwe)

Thandiwe

(Thandiwe Mntakwethu)Thandiwe wam

(kushiyeke iingicinga)

Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe?

Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe?Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe?Ndicinga ngaw ' ubusuku nemini

Mntakwethu kwenze njani

Phakathi kwam nawe?

Song Discussions is protected by U.S. Patent 9401941. Other patents pending.

Enjoy the lyrics !!!