Xa umhlab'uphithizela
Xa ilizwe lishukuma
Xa amazulu eduduma
Kuwe Wedwa Ndokhangela
Xa Umhlab'ubengezela
Kuthi Ma Ndiwulandele
Ndizivingce Ezam Iindlebe
Kuwe wedwa Ndokhangela
Xa Ubutsha Bundihenda
Nemihlali Indithoba
Ngamadolo Ndizigoba
Kuwe Wedwa Ndokhangela
Xa Kuvuka Uqhwithelo
Kodudulwa Ikerike
Yesu Zundikhedamele
Kuwe Wedwa Ndokhangela
Kuwe Wedwa Yesu Indlela
Mandibeke Iliso Lam
De Ndiwel'iJordane
Kuwe Wedwa Ndikhangele
Enjoy the lyrics !!!