Ixesha (feat. MDA) - Chumani Ngojo & Nu Praize
| Page format: |
Direct link:
BB code:
Embed:
Ixesha (feat. MDA) Lyrics
Izono zam
Zihlanjiw'egazini lemvana
Ndaphakamis'iizandla ndavuma
Ndakholelwa ngentliziyo yam
Ndasindiswa
Kwakumnyama
Ndingaboni apho ndiya khona
Wafika uYesu nokukhanya
Wathi "let there be light"
Kwakhanya
CHORUS
Sudlala ngexesha lakho
Wemntomtsha khawuzengapha
UYes'unecebo ngawe
Wemntomtsha zwakala
(X2)
Asizenzi ngcono ngokuma kulendawo
UYes'uzincedil'iimpilo zethu nathi
Uyamthanda umoni oguqukayo
Njengelungisa
( X2)
(CHORUS)
Asizenzi ngcono ngokuma kulendawo
UYes'uzincedil'iimpilo zethu nathi
Uyamthanda umoni oguqukayo
Njengelungisa
(X4)
(CHORUS)
The End
Lyrics Submitted by Yonelisa Matandabuzo
Enjoy the lyrics !!!